Nehemiah 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nangowesibini umhla, kwahlanganiswa abazintloko zendlu zoyise zabantu bonke, n abaperisite, naba‐Levi, beza ku‐Ezera umba̔li, ukuze banakane amazwi omteto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomhla wesibini kwahlanganisana iintloko zezindlu zooyise zabantu bonke, nezababingeleli, nezabaLevi, zeza kuEzra umbhali ukuwaqiqa amazwi omyalelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngosuku lwesibini iintloko zeentsapho zabo bonke abantu, ababingeleli nabaLevi, zahlanganisana ndawonye noEzra unobhala ukuze baqonde amazwi omthetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngomhla wesibini wenyanga leyo ke iinkulu zemizi zinababingeleli nabaLevi zaqokelelana kuEzra umchazi-mthetho ukuze ziqwalasele amazwi omthetho.