Nehemiah 8:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Ezera wavula incwadi pambi kwamehlo abantu bonke; (ngokuba ebepezulu kubo bonke abantu;) nxa ayivulileyo, bema abantu bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEzra wayivula incwadi emehlweni abantu bonke (ngokuba wayebaphakamele abantu bonke) akuyivula, bema abantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEzra wayivula incwadi phambi kwamehlo abo bonke abantu; (ngokuba ebengaphezu kwabo bonke abantu;) wathi akuba evule, bema ngeenyawo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEzra wayivula ke incwadi leyo. Bonke ke abantu babembona, kuba wayemi ebavelele. Uthe ke akuyivula, bema ngeenyawo abantu.