Nehemiah 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Yoshuwa, no‐Bani, no‐Sherebiya, n o‐Yamine, n o‐Hakube, n o‐Shabetai, n o‐Hodiya, n o‐Mahaseya, n o‐Kelita, n o‐Hazariya, n o‐Yozabadi, n o‐Hanane, n o‐Pelaya, naba‐Levi, babafundisa abantu umteto: bati abantu bema endaweni yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
OoYeshuwa, noBhani noSherebhiya, noYamin, noAkubhi, noShabhetayi, noHodiya, noMahaseya, noKelita, noAzariya, noYozabhadi, noHanan, noPelaya, nabaLevi, babaqondisa abantu umyalelo, abantu bemi ezindaweni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
OoYehuwa, noBhani, noSherebhiya, noYamin, noAkubhe, noSabhetayi, noHodiya, noMahaseya, noKelita, noAzariya, noYozabhadi, noHanan, noPelaya, nabaLevi, babewuqonda umthetho, nabantu bemi ezindaweni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke abaLevi uYeshuwa, uBhani, uShrebhiya, uJamin, uAkubhi, uShabhetayi, uHodiya, uMaseya, uKelita, uAzariya, uJozabhadi, uHanani, noPelaya, babafundisa umthetho abantu, besamile njalo apho.