Nehemiah 9:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU ngomhla wamashumi mabini anesine walenyanga, kwahlanganisana usapo luka‐Sirayeli, lunenzilo, nengubo ezintlakantlaka, nomhlaba pezu kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ngomhla wamashumi amabini anesine waloo nyanga, bahlanganisana oonyana bakaSirayeli, bezila ukudla, beneengubo ezirhwexayo, bezigalele umhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngosuku lwamashumi omabini anesine lwaloo nyanga, bahlanganisana oonyana bakaSirayeli, ukuba bazile ukudla, banxibe iingubo ezimnyama, benomhlaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ngomhla wamashumi amabini anesine kwakuloo nyanga amaSirayeli aqokelelana, azila, anxiba ezirhwexayo, ezigalela ngomhlaba entloko.