Nehemiah 9:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nesonka sivela ezulwini wabusinika kubo ngenxa yokulamba kwabo, wabapumisela amanzi eweni ngenxa yokunxanwa kwabo, wabaxelela ukuba bangene ukufuya ilizwe obupakamisile isandla sako sokuba ulinike kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabanika isonka sasezulwini ngenxa yokulamba kwabo, wabavelisela namanzi engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo;wathi kubo, mabaye kulihlutha ilizwe, owabaphakamisela isandla sakho, ukuba wobanika lona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabanika isonka sasezulwini ngenxa yokulamba kwabo, wabavelisela namanzi engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo; wabathembisa ukuba baya kulidla ilifa ilizwe, owabaphakamisela isandla sakho, ukuba wobanika lona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakulamba wabanika ukutya, ukutya okuvela ezulwini. Bakunxanwa wabanika amanzi, amanzi aphuma eliweni. Wena wabayalela usithi mabalithathe elo lizwe, umhlaba owabafungela ngawousithi sobanika isandla sakho.