Nehemiah 9:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabantwana babo wabubandisa njengenkwenkwezi zezulu, wabangenisa kwelolizwe ubuxelele oyise babo ukuba bongena ukulifuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabandisa oonyana babo njengeenkwenkwezi zezulu; wabazisa kwelo zwe, wathi kooyise mabaze balihluthe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabandisa oonyana babo njengeenkwenkwezi zezulu, wabazisa kwelo zwe, owafunga kooyise ngalo, ukuba baya kulidla ilifa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena wayandisa inzala yabo, yanjengeenkwenkwezi esibhakabhakeni, waza wabangenisa kwelo lizwe wawuthe mabangene kulo balithabathe ooyise-mkhulu.