Nehemiah 9:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wabubeka kade pezu kwabo iminyaka yamininzi, wanqi̔na ngakubo ngomoya wako ngabo abaprofite bako: ababekela ndlebe noko: ngako wabanikela esandleni sabantu bamazwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabathwala iminyaka emininzi, wangqina ngabo ngoMoya wakho, ngabaprofeti bakho; abakubekela ndlebe; wabanikela ke ezandleni zezizwe zamazwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabanyamezela iminyaka emininzi, wangqina ngabo ngomoya wakho, ngabaprofeti bakho; noko abeva; ke ngoko, wabanikela ezandleni zabantu baloo mazwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Yaba liqela leminyaka wena ubanyamezele. NgoMoya wakho wena wabaluleka, usebenzisa abashumayeli bakho. Kodwa ke bona abakhathalanga, waza ke wabanikezela kwizizwe ezingabamelwana.