Nehemiah 9:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ulungile wena ngako konke esifikelwe kuko; ngokuba ubusenza ngenyaniso, kodwa tina senzile ngokukohlakeleyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ulilungisa entweni yonke esifikeleyo; ngokuba wena wenze inyaniso, ke thina senze okungendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyilungisa wena kuko konke okusizelayo; ngokuba yena wenze okulungileyo, ke thina senze okubi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwezo zinto zasihlelayo wena uhleli ulungile; wasoloko usenza ngentembeko, ke thina sibhatyaza.