Nehemiah 9:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bengakonzanga wena ebukumkanini babo nasekulungeni kwako okukulu owakunika kubo, naselizweni elibanzi elityebileyo owalinikayo pambi kwabo; kanjako abaguquka kuzo izenzo zabo ezikohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bona, ebukumkanini babo, ekulungeni kwakho okukhulu owabanikayo, ezweni elibanzi, elityebileyo, owabanikayo, abakukhonzanga, ababuyanga ezenzweni zabo ezibi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa enokuba bengakukhonzanga ebukumkanini babo, nangobabalo lwakho olukhulu owabanikayo, nasezweni elibanzi, elichumayo, owabanikayo; ababuyanga ezenzweni zabo ezimbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangethuba babesembusweni wabo, bexhamla ukulunga kwakho okungaka, kulo mhlaba uphangaleleyo wendyebo, lo wena wabavava ngawo, abavumanga ukukukhonza, abajikanga ezindleleni zabo ezimbi.