Nehemiah 9:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, namhla singabakonzi, nelizwe owabulinika kobawo betu ukuba batye ukuxakata kwalo nokuba mnandi kwalo, nanku singabakonzi kulo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, singabakhonzi namhla; nelizwe owalinika oobawo, ukuba sidle iziqhamo zalo nokulunga kwalo, nanku singabakhonzi kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, singabakhonzi namhla; nelizwe owalinika oobawo, ukuba sidle iziqhamo zalo nokulunga kwalo, nanku singabakhonzi bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Naku ke thina singamakhoboka namhlanje; ewe, singamakhoboka kulo mhlaba wawuwunike oobawo-mkhulu ukuze baxhamle imveliso yawo kunye namaqithi-qithi owavelisayo.