Nehemiah 9:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Basuka bema pezu kwendawo epezulu yaba‐Levi, u‐Yoshuwa, no‐Bani, u‐Kadimele, u‐Shebaniya, u‐Buni, u‐Sherebiya, u‐Bani, n o‐Kenani, bakala ngelizwi elikulu kuyehova, utixo wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benyuka bema esikhwelweni sabaLevi ooYeshuwa noBhani, noKademiyeli, noShebhaniya, noBhuni, noSherebhiya, noBhani, noKenani; bamemeza ngezwi elikhulu kuYehova uThixo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wema ezinyukweni zabaLevi ooYeshuwa, noBhani, noKademiyeli, noShebanja, noBhuni, noSherebhiya, noBhani, noKenani, badanduluka ngezwi elikhulu kuYehova uThixo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abaLevi uYeshuwa, uBhani, uKademiyeli, uShebhaniya, uBhuni, uSherebhiya, uBhani, noKenani, bema eqongeni, bedanduluka bebiza kuNdikhoyo uThixo wabo.