Numbers 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
eyosapo luka‐Josefe, — eyesika‐Frayime, ngu‐Elishama unyana ka‐Hamihude; eyesika‐Manase, ngu‐Gamaliyeli unyana ka‐Pedatsure;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koonyana bakaYosefu: kwaEfrayim: uElishama unyana ka-Amihudi; kwaManase: uGamaliyeli unyana kaPedatsure;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
koonyana bakaYosefu: nguEfrayim; uElishama, unyana ka-Amihudi, unyana kaManase; uGamaliyeli unyana kaPedasure;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku onke amadoda ayintanga yokuya emfazweni, lawo aneminyaka emashumi mabini nangaphezulu, abhaliswa ngokwezindlu nemizi yawo, kuqalelwa kwaRubhen inkulu kaSirayeli. Ngokwamanani kwindlu nganye ayemi ngolu hlobo: Indlu Inani KwaRubhen 46 500 KwaSimon 59 300 KwaGadi 45 650 KwaJuda 74 600 KwaIsakare 54 400 KwaZebhulon 57 400 KwaEfrayim kaJosefu 40 500 KwaManase kaJosefu 32 200 KwaBhenjamin 35 400 KwaDan 62 700 Kwa-Ashere 41 500 KwaNafetali 53 400 Bebonke: 603 550