Numbers 1:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
eyesika‐Nefatali, ngu‐Ahira unyana ka‐Henani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwaNafetali: uAhira unyana kaEnan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwaNafetali; uAhira, unyana kaEnan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanini na nifuduka, isibingelelo sona siya kuxhomekeka kubaLevi. Ngabo abaya kusichitha xa nindulukayo, baze baphinde basakhe apho nimise khona. Ngoko ke umntu ongomnye osondela esibingelelweni makabulawe.