Numbers 1:45 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bonke ababalweyo bonyana baka‐Sirayeli, ngendlu zoyise zabo, abaminyaka imashumi mabini nabapezulu ubudala babo, bonke abapumayo nomkosi kwa‐Sirayeli,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke ababalwayo boonyana bakaSirayeli ngokwezindlu zooyise, bathabathela kominyaka imashumi mabini ezelwe, banyuse, bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babalwa bonke oonyana bakaSirayeli ngokwezindlu zooyise, kwathabathela kominyaka imashumi mabini ezelwe, kwenyusa, bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli;