Numbers 1:49 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kupela isizwe sika‐Levi akuyi kubala sona, nenani labo akuyi kulitabata pakati kwonyana baka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa sona isizwe sakwaLevi uze ungasibali; ungalithabathi inani laso phakathi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa isizwe sakwaLevi uze ungasibaleli, ungalibali inani laso phakathi koonyana bakaSirayeli.