Numbers 10:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zenzele amaxilongo abe mabini ngesilivere; ngesetyenzwa elikandelweyo uya kuwenza: woba nawo ukuba kubizwe intlanganiso, nokuba kundululwe amabandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zenzele amaxilongo esilivere ekhandiweyo, abe mabini, abe ngawokubiza ibandla, nokundulula iminquba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zenzele amaxilongo esilivere abe mabini; wenze iqashiso, ukuze ube nokuwusebenzisa ekubizeni ibandla nasekutsaleni izitya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Thatha isiliva, uyibumbe wenze amaxilongo amabini, khon' ukuze uwavuthele xa ubiza ibandla lamaSirayeli, naxa kufuneka kundulukwe.