Numbers 10:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Napezu kwomkosi wesizwe sonyana baka‐Manase ebengu‐Gamaliyeli, unyana ka‐Pedatsure.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
phezu komkhosi wesizwe soonyana bakaManase inguGamaliyeli, unyana kaPedatsure;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlu yoonyana bakaManase ibiphethwe nguGamaliyeli, unyana kaPedasure;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke bona abendlu kaManase babephantsi kukaGamaliyeli, unyana kaPedazure;