Numbers 10:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Napezu kwomkosi wesizwe sonyana baka‐Ashere ebengu‐Pagiyeli, unyana ka‐Okerane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
phezu komkhosi wesizwe soonyana baka-Ashere inguPagiyeli, unyana kaOkran;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ibhunga lemizalwane yoonyana baka-Ashere laliphethwe nguPagiyeli unyana kaOkran.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona abendlu ka-Ashere babekhokelwa nguPagiyeli, unyana kaOkran;