Numbers 10:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Napezu kwomkosi wesizwe sonyana baka‐Nefatali ebengu‐Ahira, unyana ka‐Henani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
phezu komkhosi wesizwe soonyana bakaNafetali inguAhira, unyana kaEnana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ibhunga losapho loonyana bakaNafetali laliphethwe nguAhira, unyana kaEnana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza yena uAhira, unyana kaEnan, wakhokela indlu kaNafetali.