Numbers 10:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezi zizinduluko zosapo luka‐Sirayeli, ngemikosi yalo, lwakunduluka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuko oko ukunduluka koonyana bakaSirayeli; banduluka ke ngokwemikhosi yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iihambo zoonyana bakaSirayeli namabhunga abo zazinjalo ekunyukeni kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantso ke indlela owawusima ngayo umngcelele wamaSirayeli eluhambeni lwawo.