Numbers 10:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuye: Andiyi kuya; koko ndiya kuya elizweni lakowetu, nakubalamane bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena kuye, Andiyi kuhamba; ndiya kuya ezweni lakowethu, kwelokuzalwa kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi yena kuye, Andiyi kuhamba; kodwa ke ndiza kuya kwilizwe lakowethu nakwindlu yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHobhabhi walandula wathi: “Hayi, andinako, sibali. Ndifuna ukuphindela kwelakowethu.”