Numbers 10:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati: Uze ungasishiyi ke; ngokuba, ekubeni ukwaziyo ukuti waca kwetu entlango, uya kuba ngamehlo kuti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Musa ukusishiya kaloku, ngenxa enokuba nguwe owaziyo apho singalalisa khona entlango; yibangamehlo ethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi yena, Musa ukusishiya; ngokuba uyakwazi ukumisa iintente entlango, kwaye unokuba kwindawo yethu kumgama wamehlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wambongoza wathi: “Hayi kaloku, ungathini ukusishiya, inguwe nje oyaziyo le ntlango. Wena unako ukusikhokela, usibonise apho sifanele ukumisa khona.