Numbers 10:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, nxa uya kuhamba nati, ewe, kuya kuti, okokulunga uyehova aya kukwenza kuti, sokwenza nakuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, xa uthe wahamba nathi, kothi oko kulunga uYehova asenzela kona, sikwenzele kona nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wahamba nathi, ewe, konke okulungileyo aya kusenzela kona uYehova, sokwenzela nathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa unokuhamba nathi siya kuyixhamla kunye inyhweba yentlala-kahle asibabala ngayo uNdikhoyo.”