Numbers 10:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako yakupumla, wati: Buyela, Yehova! kumawakawaka amawaka akwa‐Sirayeli!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuthi ekulaliseni kwawo athi, Buyela, Yehova, kumawaka amawaka akwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke ekuphumleni kwawo, Nkosi, buyela kumawaka akwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho iphumla khona ke uMosis wayesithi: “Khawubuye, Ndikhoyo, ufukame phakathi kwamawaka-waka akwaSirayeli!”