Numbers 10:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti nxa bavutelayo ngalinye, kuya kwandula kuhlanganiselwa ngakuwe inkosi, intloko zamawaka akwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba kuthe kwavuthelwa ixilongo, kwaqutshwa ngakanye, zozihlanganisela kuwe izikhulu, iintloko zamawaka akwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba kuthe kwavuthelwa ixilongo, kwavuthela nje elinye, zohlanganisana kuwe izikhulu eziziintloko zamawaka akwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukanti ke xa kutso lalinye kuphela, koza kuwe iinkokheli zezindlu zodwa.