Numbers 10:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nxa nihlokomisayo ivuso ngokwesibini, seleya kunduluka amabandla ate waca ngasesuyide: baya kuhlokomisa ivuso ngenxa yenduluko zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nakuvuthela nolule okwesibini, yonduluka iminquba emise ngasezantsi; bovuthela bolule ukuba induluke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa nithe nambiza okwesibini ukumkani, maze ashukume amatyala asezantsi; kufuneka baziphakamisele i-alarm emva koko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa uziphinda ezo zinqam zexilongo, kuya kunduluka izindlu ezikwicala langezantsi. Ngoko ke xa ixilongo lisitsho ngeziqwenga zezinqam, loba lisithi makundulukwe.