Numbers 11:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Mosesi weva abantu belila ngezizalwane zabo, beseminyango yentente zabo abanye ngabanye: yada ingqumbo kayehova yavuta kakulu: kwakubi nasemehlweni ka‐Mosesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabeva uMoses abantu belila ngokwemizalwane yabo, elowo emnyango wentente yakhe. Wavutha umsindo kaYehova kunene;kwakubi nasemehlweni kaMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva uMoses abantu bekhala emizalwaneni yabo, elowo emnyango wentente yakhe; Wavutha umsindo kaYehova kunene; NoMoses wayengonwabanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis weva imizi ngemizi yamaSirayeli ikhalaza. Wev' intw' embi, kuba umsindo *kaNdikhoyo wasuka wavutha.