Numbers 11:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndozuza pina inyama, yokuba ndipe bonke ababantu? ngokuba belila ngakum, besiti: Sipe inyama, ukuba sidle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndoyizuza phi na inyama, ndibanike bonke aba bantu?Ngokuba balila kum, besithi, Sinike inyama sidle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndoyizuza phi na inyama, ndibanike bonke aba bantu? ngokuba bekhala kum, besithi, Siphe ukudla, sidle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa kodwa ndingayizuza phi inyama, ukuze ndiphe bonke aba bantu? Kuba nâbo besoloko bebhomboloza, besithi mandibaphe inyama.