Numbers 11:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndikohliwe ndindedwa kukutwala bonke ababantu; ngokuba kundisinda oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Andinako mna ukubathwala aba bantu ndedwa, ngokuba kunzima oko kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Andinako ukuluthwala ndedwa olu hlanga, ngokuba lunzima kakhulu kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi bo! Andinako ukuwuthwala ndedwa lo mthwalo ungaba bantu; ungaphezu kwam!