Numbers 11:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati uyehova ku‐Mosesi: Isandla sikayehova sifinyele na? uya kubona kaloku ukuba ilizwi lam liya kukuhlela, linga kuhleli kusinina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Isandla sikaYehova sifutshane na?Ngoku uya kubona ukuba ilizwi lam liya kwenzeka, aliyi kwenzeka, kusini na.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Isandla sikaYehova sifutshane na? wandule ukubona ukuba ilizwi lam liya kuza kuwe, aliyi kubuya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wabuza wathi: “Ucinga ukuba ikho into engaze indoyise? Nawe uza kuzibonela ukuba liwa phantsi na ilizwi lam!”