Numbers 11:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandul’ ukunduluka umoya kuyehova, wadlulisa izagwityi zivela olwandle, waziwisa ngasemnqubeni, ngoku ngati yihambo yemini nye ngelicala, nangokungati vihambo yemini nye ngeliya, ezindaweni ezingqongayo umnquba; zaye zingati zizikubite mbini pezu kwobuso bomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwesuka umoya kuYehova, waguqula izagwityi elwandle, wazithi saa eminqubeni, zaba ngangohambo lwemini ngapha, zaba ngangohambo lwemini ngapha, zajikeleza iminquba;zangangeekubhite zombini, ukuphakama phezu komhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma umoya kaYehova, wangenisa iinqanawa elwandle, zawela eminqubeni, zawela eminqubeni, zaba luhambo lwemini ukuya apha, zaba luhambo lwemini ukuya kwelinye, ngeenxa zonke iinkampu, nanjengohambo losuku ukuphakama kwawo bekuziikubhite ezimbini emhlabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wasuka wathumela umoya, wandulula izagwityi elwandle. Zafika zasingqonga isikhululo samaSirayeli, zibhabhazela phantsi kumphakamo omalunga nemitha enye. Zazininzi kangangokuba ubunokuhamba imini yonke ucanda phakathi kwazo.