Numbers 11:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kwabizwa igama lalondawo ngokuti yi‐Kibrote‐hatava: ngokuba bekukona bancw̔abayo abantu ababekanukile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathiwa igama laloo ndawo yiKibroti-hatahava; ngokuba bangcwatyelwa khona abantu abakhanukayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi igama laloo ndawo yiKibrothafa, ngokuba kulapho bangcwabela khona iinkanuko zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke igama laloo ndawo kwathiwa yiKibroti-hatava, kuba bangcwatywa apho abantu ababebawela inyama.