Numbers 12:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kamva, kwanduluka abantu e‐Hatserote, baya bati waca entlango ye‐Parane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni koko banduluka abantu eHatseroti, bamisa entlango yaseParan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko bemka abantu eHatseroti bamisa iinkampu entlango yaseParan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kamva ke anduluka apho eHazeroti, aya kugaleleka kwintlango yaseParan.