Numbers 12:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umlomo kumlomo ndiya kuteta naye, kwa sekuhleni, kungabi ngamazwi okuntsonkota: nomfanekiselo kayehova wowukangela: yinina ke ukuba nibe ningoyiki ukuteta ngakuso isicaka sam, ngaku‐Mosesi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuthetha naye umlomo kumlomo, ngokubonakalayo, kungabi ngantsonkotha; asikhangele yena isimilo sikaYehova.Yini na ukuba ningoyiki ukuthetha ngomkhonzi wam uMoses?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuthetha naye umlomo kumlomo, ngokubonakalayo, kungabi ngamazwi adelekileyo; yaye uya kuwubona umfanekiselo kaYehova. Yini na ukuba ungoyiki ukuthetha kumkhonzi wam uMoses?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke yena ndithetha naye ubuso ngobuso, hayi ngezangotshe. Ewe, mna ngokwam ndiyazibonakalisa kuye. Hee! Ngani ke ukuba ningoyiki ukuthetha kakubi ngesicaka sam uMosis?”