Numbers 13:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
eyesizwe sika‐Dane, ibingu‐Hamiyeli unyana ka‐Gemali;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwisizwe sakwaDan, ibinguAmiyeli, unyana kaGemali;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwisizwe sakwaDan, ibinguAmiyeli, unyana kaGemali;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Angena eMazantsi aya kufika eHebron, apho kwakumi ama-Ahiman, namaSheshayi, namaTalmayi omlibo ka-Anaki. (IHebron le ke yayakhiwe kwiminyaka esixhenxe phambi kokwakhiwa kweZowan yaseJiputa.)