Numbers 13:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngawo la amagama alomadoda, abewasusa u‐Mosesi ukuya kupanda elozwe: waye u‐Mosesi wambiza u‐Hosheha, unyana ka‐Nune, ngo‐Yoshuwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo lawo amagama amadoda awawathumayo uMoses, ukuba aye kuhlola ilizwe. UMoses wathi uHosheya, unyana kaNun, nguYoshuwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngawo lawo amagama amadoda awawathumayo uMoses, ukuba aye kuhlola ilizwe. uMoses wabiza uHoseya, unyana kaNun, uYoshuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuMosis noAron nebandla liphela lamaSirayeli eKadeshe kwintlango yaseParan. Zenza ingxelo ngezikubonileyo, zababonisa neziqhamo ezazize nazo.