Numbers 13:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nikangele ilizwe ukuba linjanina; nabantu abemiyo kulo, ukuba bomelele na, babutataka kusinina, ukuba bancinane na, baninzi kusinina;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nyukani niye entabeni, nilikhangele ilizwe ukuba linjani na, nabantu abemi kulo, ukubabomelele, bangamaphakuphaku, kusini na; bambalwa, baninzi, kusini na;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye khangelani ihlabathi elikhoyo; nabantu abemi khona, nokuba bomelele, nokuba bathambile, bambalwa, nokuba baninzi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke abantu balo ziingwanyalala, zaye ke nezixeko zabo zikhulu zinqatyisiwe. Ngaphezu koko ke nenzala ka-Anaki siyibone ngamehlo.