Numbers 13:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nelizwe abemiyo kulo ukuba linjanina, ukuba lihle na, libi kusinina; nezixeko abahleli kuzo ukuba zinjanina; ukuba baseminqubeni na, basezinqatyeni kusinina;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba linjani na ilizwe abemi kulo, lihle, libi, kusini na; ukuba injani na imizi abemi kuyo, baseminqubeni, basezinqabeni, kusini na;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye liyintoni na ihlabathi abaphila kulo, enoba lilungile okanye libi kusini na; nokuba zeziphi na izixeko abahlala kuzo, enoba basezintenteni okanye basezinqabeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ama-Amaleki wona emi eMazantsi; aze amaHiti, amaJebhusi, nama-Amori wona abe phaya kweleentaba; kanti ke wona amaKanana athe qwelele phaya ngaselwandle nakummandla womlambo iJordan.”