Numbers 13:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza enyukela esuyide, afika e‐Hebrone; apo babe kona o‐Ahimane, o‐Sheshai, no‐Talemai, abenzalo ka‐Hanaki. (Kekaloku i‐Hebrone ibe yakiwe iminyaka yasixe̔nxe ingekakiwanga i‐Tsohane e‐Jipete.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Enyuka ngezantsi, afike eHebron; babekhona ooAhiman, noSheshayi, noTalemayi, abenzalo ka-Anaki. Ke owaseHebron wawusewakhiwe iminyaka esixhenxe, ingekakhiwa iTsohan eYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benyuka baya ezantsi, beza eHebron; apho kwakukho uAkiman, uSheshayi noTalemayi, oonyana baka-Anaki. Ke iHebron yayakhiwe iminyaka esixhenxe ngaphambi kweTsohan yaseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke lo moya wabo bawuhlwayela apho kumaSirayeli ngemeko yelo lizwe babevela kulo. Bade bathi: “Elo lizwe linengozi; kuyatshatyalalwa apho. Abantu bakhona baziingxilimbela;