Numbers 13:24 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Leyondawo yabizwa ngokuti yintili ye‐Shekole, ngetuba lesosipa sedreyive olube lusinqumlile apo usapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Loo ndawo kwathiwa sisihlambo sakwaEshekoli, ngenxa yesihloko eso basinqumla khona oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Loo ndawo yathiywa igama lesihlambo sase-Eshkole, ngenxa yeediliya ababezivuna kuso oonyana bakaSirayeli.