Numbers 13:26 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aya eza ku‐Mosesi, naku‐Arone, nakuyo yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, entlango ye‐Parane, e‐Kadeshe; ababuyisela ilizwi, nayo yonke intlanganiso, ababonisa isiqa̔mo selizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eza afika kuMoses, nakuAron, nakwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, entlango yaseParan eKadeshe; azisa ilizwi kubo, nakwibandla lonke, ababonisa neziqhamo zelizwe elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Eza afika kuMoses, nakuAron, nakwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, entlango yaseParan eKadeshe; wabaxelela, nakwibandla lonke, wabazisa eziqhameni zelizwe.