Numbers 13:28 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa noko abantu abemiyo kwelozwe banamandla, nezixeko zabo zinqatyisiwe, zikulu kakulu: nakanjako abenzalo ka‐Hanaki sasibabona apo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa banamandla abantu, abemi kwelo zwe; imizi inqatyisiwe, imikhulu kunene; kananjalo sibone abenzalo ka-Anaki khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke bona abantu abemi kwelo zwe baqinisa amandla, imizi yakhiwe ngeendonga ezinkulu kunene; sabona nabantwana baka Enake apho.