Numbers 13:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Mosesi wawasusa entlango ye‐Parane, ngelizwi likayehova: onke lamadoda ebezintloko zosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawathuma ke uMoses, esentlango yaseParan, ngokomlomo kaYehova, onke loo madoda, eziintloko zoonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabathuma ke uMoses, esentlango yaseParan, ngokomlomo kaYehova; onke loo madoda eziintloko zoonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis wenza ngokwelo lizwi likaNdikhoyo, waza khona apho kwintlango yaseParan wazikhetha ngolu hlobo iinkokheli: Indlu Inkokheli KwaRubhen uShamuwa kaZakure KwaSimon uShafati kaHori KwaJuda uKalebhi kaJefune KwaIsakare uIgali kaJosefu KwaEfrayim uHosheya kaNune KwaBhenjamin uPalti kaRafu KwaZebhulon uGadiyeli kaSodi KwaManase uGadi kaSusi KwaDan uAmiyeli kaGemali Kwa-Ashere uSeture kaMikayeli KwaNafetali uNabhi kaVofesi KwaGadi uGeweli kaMaki