Numbers 13:30 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Kalebi wabatutuzela abantu pambi kwo‐Mosesi, wati: Nyukani sinyuke, siye silibambe; ngokuba siya kugqibela ukuleyisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabazolisa uKalebhi abantu phambi koMoses, wathi, Masinyuke kwangoku, silihluthe; ngokuba siyakuleyisa kakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabakhwankqisa uKalebhi abantu phambi koMoses, wathi, Masinyuke ngokukhawuleza, siyithabathe; ngokuba somelele ngokwaneleyo ukuba sisoyise.