Numbers 13:5 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
eyesizwe sika‐Simone, ibingu‐Shafate unyana ka‐Hori;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwisizwe sakwaSimon, ibinguShafati, unyana kaHori;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwaSimon nguShafati, unyana kaHore;