Numbers 14:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yasuka yakala yonke intlanganiso, yakupa ilizwi labo; bati abantu balila ngobusuku obo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lonke ibandla laliphakamisa lalikhupha ilizwi lalo, balila abantu ungobo busuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laduma lonke ibandla; balila abantu ngobo busuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ibandla liphela lamaSirayeli latsho ngesimbonono lakhala bonke obo busuku.