Numbers 14:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku maaze amandla enkosi abe makulu, njengokuba ubuteta ngokuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku amandla eNkosi makabe makhulu, njengoko wathethayo wena, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, ngamana amandla enkosi yam abe makhulu, njengoko uthethileyo ukuthi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyakubongoza ke ngoko, Mhlekazi, ukuba ukhe uphuhlise amandla akho ngokwelizwi lakho elithi: