Numbers 14:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yiti kulo: Ndihleli nje, utsho uyehova, njengokuba nitetile ezindlebeni zam, ndiya kwenje njalo kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithi kubo, Ndihleli nje, utsho uYehova, inene, njengoko nithethileyo ezindlebeni zam, ndiya kwenjenjalo kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yithi kubo, Ndihleli nje, utsho uYehova, njengoko nithethileyo ezindlebeni zam, ndiya kwenjenjalo kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke baxeleleni ukuba ndithi: ‘Ngenene, ndingophilayo nje, ndiyafunga, ndiza kunenzela kanye le nto niyithethileyo. Nditsho mna Ndikhoyo.