Numbers 14:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nina okunene aniyi kungena kwelozwe, endandipakamisa isandla sam sokuba ndonihlalisa kulo, kupela ngu‐Kalebi unyana ka‐Jefune, no‐Yoshuwa unyana ka‐Nune.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam ukuba ndinihlalise kulo, ingenguKalebhi unyana kaYefune, noYoshuwa unyana kaNun.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aniyi kungena kulo ilizwe endafungayo ukuba ndonenza kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndathembisa ukuba elo lizwe loba lelenu, kodwa akukho namnye kuni uya kulifumana, ngaphandle kukaKalebhi noYoshuwa.