Numbers 14:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nina, izidumbu zenu ziya kuwa kulentlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina, izidumbu zenu ziya kuwa kule ntlango;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa nina, imizimba yenu, niya kuwa kule ntlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okokwenu ke nina niza kufela apha kule ntlango.